Job 2:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwabuya kwati ngomhla otile, nxa bezayo onyana bakatixo ukuzimisa pambi kwoyehova, weza no‐Satane pakati kwabo ukuzimisa pambi kwoyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ngamhla uthile, oonyana bakaThixo beza kuzimisa phambi koYehova; weza noSathana phakathi kwabo, ukuba azimise phambi koYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi ngamhla uthile, oonyana bakaThixo beza kubonakala ebusweni bukaYehova, weza noSathana nabo, ukuba babonakale ebusweni bukaYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakhona kwathi kwakufika usuku lokuba izidwangube zakwaThixo zihlanganisane phambi *koNdikhoyo noSathana wabakho phakathi kwazo ukuze avele phambi koNdikhoyo.