Job 2:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bahlala pantsi ke ndawonye naye emhlabeni imini zasixe̔nxe nobusuku basixe̔nxe, kungeko namnye owateta ilizwi kuye; ngokuba bebebona ubuhlungu bake ukuba bukulu kakulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bahlala naye emhlabeni apho iimini zasixhenxe nobusuku bazo; kungekho namnye uthetha naye, kuba babebona ukuba umvandedwa wakhe mkhulu kakhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bahlala naye phantsi iimini zasixhenxe nobusuku bazo; kungekho uthetha naye, ngokuba babebona ukuba umvandedwa wakhe mkhulu kakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku zahlala naye apho phantsi iintsuku ezisixhenxe nobusuku bazo kungekho nasinye sithetha naye, kuba zazibona ukuba umva-ndedwa wakhe mkhulu gqitha.