Job 2:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula umfazi wake wati kuye: Usabamba na ubunene bako? gxeka utixo, ufe ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi umkakhe kuye, Usabambelele na ekugqibeleleni kwakho?Mlahle uThixo, ufe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi umkakhe kuye, Usabambelele na ekugqibeleleni kwakho? Mqalekise uThixo, ufe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inkosikazi yakhe yathi kuye: “Nangoku usabambelele kule ntembeko yakho? Mqalekise lo Thixo, ufe kube kanye!”