Job 20:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba encinezele walahla amahlwempu, indlu ayipangileyo akayi kuyaka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba wabathi viki, wabalahla, abasweleyo; Waxhakamfula indlu, angayakhanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yokuba wabacinezela waza wabashiya abasweleyo; ngokuba wayithimba indlu abengayakhanga;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andithi na kaloku sona saphila kukucinezela abahlelelekileyo; izindlu sizifumana singazakhanga?