Job 20:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oku kusisabelwa somutu okohlakeleyo sivela kutixo, nelifa lokumiselwa kwake ngutixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Siso eso isabelo somntu ongendawo, sivela kuThixo, Nelifa alimiselweyo yena nguThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Siso eso isabelo somfo wakwaThixo, nelifa awalibelwe nguThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Naso ke isabelo uThixo asinika abakhohlakeleyo; ewe, elo lilifa abamisele lona uThixo.”