Job 20:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oku ak ukwazi na, kwa kudala nje, kuseloko kwabekwayo umntu pezu kwomhlaba,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oku uyakwazi na kambe kwanini, Kususela koko lwabekwayo uluntu ehlabathini:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Anazi na, ukuba kususela kudala umntu wamiswa ehlabathini?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba akuyiqondi le nto, ingathi lisiko lidala nje? Laqala kwaukufika komntu wokuqala ehlabathini.