Job 21:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Intsatshana zabo bayazikupa njengomhlambi, nabantwana babo bayadloba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bayawakhuphela njengomhlambi amakhwenkwe abo, Nabantwana babo bayadloba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ziwazala njengomhlambi, oonyana bazo bayalila.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Owabo umlisela utaka-taka ngokwamatakane; abantwana babo bayadloba-dloba.