Job 21:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati noko kutixo: Pambuka kuti; ngokuba ukwazi indlela zako singakutandi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi kuThixo, Suka kuthi, Asikunanzile ukuzazi iindlela zakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ngoko, bathi kuThixo: Mka kuthi; kuba asikunanzile ukuzazi iindlela zakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izikhohlakali zithi kuThixo: ‘Suka kuthi! Asinamdla wakuzazi iindlela zakho.’