Job 21:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Utixo uyabekelela abantwana bake inkohlakalo yake; uyabuyekeza kuye, uti yena akwazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nithi, UThixo ububekela abantwana babo ubutshinga babo.Makabuphindezele kubo ngokwabo, bazi bona;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo uyabunqanda ubugwenxa bakhe koonyana bakhe; Uphindezela, kwaye uya kwazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba uThixo usibekela abantwana isohlwayo sabazali? Hayi bo; makohlwaye abo bonileyo ngokwabo, khon' ukuze nabo baqonde.