Job 21:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngubanina oya kuxela ngasebusweni bake indlela yake? akuyenza into, ngubanina oya kupindezela kuye?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngubani na ongaxela ebusweni bakhe indlela yakhe? Enze into yena, ngubani na oya kuphindezela kuye?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngubani na owoxela indlela yakhe emehlweni akhe? ewe, ngubani na oya kuphindezela kuye?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akukho mntu ujongana naso asimangalele, kungekho bani usibuyekezayo ngezenzo zaso.