Job 21:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Amnandi kuye amagada entili; bonke abantu botsalela emva kwake, njengapambili kuye, bengenakubalwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Anencasa kuye amagada esihlambo; Emva kwakhe kulandela lonke uluntu, Nangaphambi kwakhe belungenakubalwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aya kuba mnandi kuye amaxolo omfula oqukuqelayo, bamlandele bonke, njengabaninzi abamkhaphayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amagada entlambo alala athi ncwaba phezu komzimba waso. Bonke abantu bayasilandela ukuya apho; kanti sandulelwe linani elingenakubalwa.