Job 21:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yinina ngoko ukuba nifumana ninditutuzela, kusele ubumenemene nje ezimpendulweni zenu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ningathini na ke ukundithuthuzela ngeento ezingento, limpendulo zenu zisele zibubumenemene nje?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ningathini na ke ukundithuthuzela ngeento ezingento, libubuxoki nje iimpendulo zenu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ningathini ke ukufuna ukundithomalalisa ngamazwi alambathayo? Zonke iingxoxo zenu bubuvuvu obungeyonyaniso.”