Job 21:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Okwam, ukukalaza kwam kusemntwini na? nokuba bekunjalo, kunganina ukuba umoya wam ungabi nakucapuka?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna, inkalazo yam isemntwini yini na? Khona bekungani ukuba ungazekaneki umoya wam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ke, ukukrokra kwam ebantwini? kwaye ukuba kwakunjalo, kutheni umphefumlo wam ungashukunyiswa?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ke mna ndifanele ukukhathazeka; kaloku andixabananga nomntu nje.