Job 21:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa ndisakumbula ndinokunkwantya; inyama yam iyabanjwa kukungcangcazela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okunene, ndakukhumbula, ndisuka ndikhwankqiswe, Nenyama yam ibanjwe kukududuzela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndithi ndakuyicinga le nto, ndikhwankqiswe, Nenyama yam igubhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nam ndithi ndakuyicinga le nto indihleleyo ndisuke ndikhwankqiswe, ndize ndifikelwe kukungcangcazela komzimba.