Job 21:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Inzalo yabo iyamiswa ebusweni babo kunye nabo, nabazukulwana babo pambi kwamehlo abo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Imbewu yabo iqinile phambi kwabo, inabo; Nabaphume embilinini wabo basemehlweni abo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abazukulwana babo bema nabo phambi kwamehlo abo, nabazukulwana babo phambi kwamehlo abo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakhula babe nabantwana nabazukulwana; ewe, baba nenyhweba yokusibukela isizukulwana sabo.