Job 22:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa ubuyelayo kusomandla, uya kwakiwa; inkohlakalo uya kuyikwelelisa kude ezintenteni zako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba uthe wabuyela kuSomandla, uya kwakhiwa. Ukuba uthe wabubeka kude ubugqwetha ezintenteni zakho,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe wabuyela kuSomandla, uya kwakhiwa; bususe ubungendawo ezintenteni zakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, ukuba uyabuyela kuSomandla uya kwakheka; nto nje wena lahla la manyondololo aqhubeka kulo mzi wakho.