Job 22:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kungenxa yokukwoyika aya kupika nawe na? wongena nawe ekugwebeni na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kukohlwaya na ngenxa yokoyika kwakho uThixo, Aye nawe ematyaleni?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wokukhalimela kabukhali na, ngokuba esoyika? Uya ematyaleni nawe na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngaba uThixo angakohlwaya na ngenxa yokuba umthobela, aze akumise enkundleni?