Job 22:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ocubukileyo akumsezanga ngamanzi, nolambileyo umvimbile isonka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubungamsezi manzi otyhafileyo, Olambileyo ubumwimba ukutya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ubungamsezi amanzi odiniweyo, Olambileyo ubumvimba isonka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abadiniweyo benxaniwe awuluthobanga unxano lwabo, nabalambileyo ubavimbile ukutya.