Job 22:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanti indoda yamandla umhlaba ubungowayo; nomntu obukiweyo wahlala kuwo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke indoda enengalo, belilelayo ilizwe; Obekekileyo ubehlala kulo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke uthe waba ligorha, ulelona ihlabathi; kwaye bekuhlala indoda elinene.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wena ubusisinhanha esinemihlaba; ubungummi obekekileyo.