Job 23:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa uyazi indlela endinayo; akuba endilingile, ndiya kuvela njengegolide.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uyayazi indlela enam; Endicikidile, bendiya kuphuma njengegolide.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke niyayazi indlela endihamba ngayo; ukuba uthe wandilinga, ndophuma njengegolide.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Phofu ke uThixo uyayazi indlela endiyihambayo; ukuba unokukhe andivavanye ndingafumaneka ndimsulwa okwegolide.