Job 23:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa uyedwa yena, ngubanina ke ongamnqandayo? oko umpefumlo wake ukukanukayo, uya kukwenza kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke yena umi ndaweni-nye, ngubani na ongambuyisayo?Umphefumlo wakhe ukhanukile, uya kwenza oko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke yena umphefumlo mnye, ngubani na ongambuyisayo? yaye uya kwenza into oyinqwenelayo umphefumlo wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa enze isigqibo ngubani ongamjikayo? Oko afuna ukukwenza uyakwenza.