Job 23:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba eya kufeza okundimiselweyo: zinaye nezininzi izinto ezinjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uya kukufeza oko ndikumiselweyo; Zininzi ke izinto ezinje kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba uyakwenza endikumiseleyo; kanjalo zikho kuye izinto ezininzi ezinje.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke uya kukufezekisa konke oko andimisele kona, nditsho nokuba yintoni na ayicebileyo ngam.