Job 23:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngasenode, apo asebenzela kona, kodwa andinge m kangele: uyazisibekelisa ngasesuyide, ukuba andinge m bone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngasekhohlo, ekusebenzeni kwakhe, ndingamalami; Xa atyekela ngasekunene, ndingamboni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ngasekhohlo, apho asebenza khona, ndingamboni; uzimela ngasekunene, ukuba ndingamboni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nokuba usebenza kwelasentla andimboni; xa ebuyela kwelasezantsi usithele emehlweni am.