Job 24:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako iliso lomṙexezi liyalinda uncwalazi, esiti: Akuko liso eliya kundibona; uyafaka ubuso isigqubutelo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iliso lomkrexezi ligcine ungcwalazi; Uthi, Akukho liso liya kundalama, Anxibe isigqubuthelo ebusweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iliso lomkrexezi lijonge ukuba lityhilwe, athi, Akukho liso liya kundibona, liya kubusithelisa ubuso bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke bona abakrexezi balinda ungcwalazi, ufike sebefihl' ubuso, besithi: ‘Andiyi kubonwa.’