Job 24:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyanikwa ukuba abe sekunqabeni, ayamele kona: kodwa amehlo ake apezu kwendlela zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uzinika inkoloseko, zayame, Amehlo akhe abe phezu kweendlela zazo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwanokuba unikwe ukusindiswa, apho axhomekeke khona; kanti amehlo akhe aphezu kweendlela zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo noba angaziyeka zihlale zithe zava, kodwa usoloko ezijongile ukusuka nokuhlala kwazo.