Job 25:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kungabalwa na imikosi yake? kanjalo kupezu kwobanina kungapumiyo ukukanya kwake?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Inokubalwa na imikhosi yakhe? Ngubani na ongaphunyelwayo kukukhanya kwakhe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaba kukho inani lemikhosi yakhe? Ngubani na ke ongamphakamisiyo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba ukhona na ongazibalayo izinxiba-mxhaka zakhe? Khona ngaba kuphi apho lungabonakaliyo ukhanyiso lwakhe?