Job 25:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Angati nina ke umntu ukuba nokulunga pambi kwotixo? angati nina ke ukuba nokuhlambuluka ozelweyo ngumfazi?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Angathini na umntu ukuba lilungisa kuThixo? Angathini na ukuba ngoqaqambileyo ozelwe ngumfazi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba kunjalo, angathini na umntu ukugwetyelwa nguThixo? Angathini na ukuba ngohlambulukileyo yena ozelwe ngumfazi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba kungenzeka ukuba umntu afumaniseke emsulwa enkundleni kaThixo? Uthi ingenzeka into yokuba umntu ozelwe ngumfazi angabi nabala?