Job 25:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, kwa inyanga, ayikanyi ke; nenkwenkwezi, azimhlope emehlweni ake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, nenyanga ayimhlophe, Neenkwenkwezi aziqaqambile, emehlweni akhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Khangela inyanga, ingakhanyi; ewe, iinkwenkwezi azihlambulukile emehlweni akhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku nenyanga ngokwayo ayiqaqambanga kangako phambi kwakhe; kanti neenkwenkwezi ezi azingcwenganga kangako kuye.