Job 26:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umda ojikelezayo uwenzile pezu kwobuso bamanzi, kude kupele ukukanya ebumnyameni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uzunguleza ubuso bamanzi ngomda, Kuse ekupheleni kokukhanya nobumnyama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawajikeleza amanzi ngemida, kwada kwahlwa, kwada kwahlwa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wakwahlula ukukhanya ebumnyameni ngeso sazinge sizotywe elundini lolwandle.