Job 26:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngomoya wake uwakazimlisile amazulu; isandla sake sadala inyoka ebalekayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngomoya wakhe wenza ukuba lise izulu; Isandla sakhe sayihlaba inyoka enyebelezayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenza amazulu ngomoya wakhe; isandla sakhe sayila inyoka ejijekileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngomoya wakhe ufutha sitsho sicwenge isibhakabhaka; kanti ke ikwasisandla sakhe esangxwelerha inyoka enyubelezayo.