Job 26:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ute nina ukumcebisa ongenabulumko, nokwazisa ukuba njalo kwendawo ngokukolisa!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Utheni na ukumcebisa ongenabulumko, Ukumazisa kunene into eyiyo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umcebise njani umntu ongenabulumko? kwaye utheni lo mbandela njengoko unjalo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, uzicebise kakuhle izityhakala; hayi, ubulumko obubonakalisileyo!