Job 26:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uwaxele ngobanina amazwi lawo? ngumoya kabanina owapuma kuwe?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uxelele bani na ukuthetha? Kukuphefumla kukabani na okuphume kuwe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uwathethe kubani la mazwi? Kuphume umoya kabani na kuni?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Phofu uthi ngubani ongade aweve la mazwi akho? Khona futhe lini eli uthetha uphantsi kwalo?”