Job 27:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oku kusisabelwa somntu okohlakeleyo kutixo, nelifa lababandezeli abalamkelayo kusomandla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Siso esi isabelo somntu ongendawo kuThixo, Nelifa labaziingqwangangqwili, abalamkelayo kuSomandla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Siso eso isabelo sabangendawo, esiphuma kuThixo, nelifa labacinezeli, abaya kusizuza kuSomandla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Naso ke isabelo sezikhohlakali kuThixo; elo ke lilifa lezibhoja kuSomandla.