Job 27:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba baya kwanda abantwana bake, baya kwand ela iṙele; nabazukulwana bake abayi kuhluta sisonka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba bathe banda oonyana bakhe, bandiselwa ikrele;Nabaphume embilinini wakhe abahluthi kukutya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba bathe banda oonyana bakhe, ngenxa yentshuntshe, Oonyana bakhe abahluthi sisonka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Noba zingade zibe nenyambalala yoonyana bosuka babe lilifa lekrele emfazweni; ewe, inzala yazo yasoloko ithiwe nca liphango!