Job 27:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
angazilungisa ke, kodwa olungileyo wozambata, nesilivere ongenatyala uya kuyaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Angazilungisa, koko ziya kwambathwa lilungisa, Nesilivere leyo babelane ngayo abamsulwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Unokuyilungisa, kodwa amalungisa aya kuyinxiba, kwaye abamsulwa baya kwabelana ngayo ngesilivere.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kosuka kuthi gqi lungisa lithile inxitywe lilo loo mpahla; kosuka kuvele abantu abamsulwa babelane ngaloo siliva.