Job 27:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ehleli nje utixo, osusileyo ibango lam, nosomandla, owenze ṙaṙa umxe̔lo wam;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ehleli nje uThixo, olisusileyo ibango lam, USomandla, owenze krakra umphefumlo wam
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
NgoThixo ophilileyo, ulisusile ityala lam; noSomandla uwudandathekise umphefumlo wam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ekho nje uThixo, lo undivimb' ubulungisa, nditsho uSomandla lo uwenze umphefumlo wam wangcamla ubukrakra: