Job 27:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwa lonke ixesha umpefumlo wam ukum, nomoya katixo usempumlweni yam;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
(Kuba kusekum ukuphefumla kwam konke, Nomoya kaThixo usemathatheni am),
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umoya wam uhleli kum, nomoya kaThixo usemathatheni am;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ndisaxomoloza ndisadl' amazimba, xa ngaba ndisaphila ndinomphefumlo kaThixo emathatheni am,