Job 27:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba liyinto nina itemba lomginwa, nakuba aqwebayo, okuya utixo aya kuhluta umpefumlo wake?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba liyintoni na ithemba lentshembenxa, xa athe wawunqumla, Xa athe wawurhola uThixo umphefumlo wayo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba liyintoni na ithemba lentshembenxa, ukuba ithe yazuza, xa athe wawunqumla, uThixo wawurhola umphefumlo wayo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Liyintoni na ithemba labangenaThixo mhla wabunqumla ubomi babo uThixo?