Job 28:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ubulumko, kupina buya kufunyanwa? ipina ke indawo yengqondo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke bona ubulumko bufunyanwa phi na? Iphi na indawo yengqondo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa buya kufunyanwa phi ubulumko? kwaye kude kangakanani ukuqonda?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kambe ke, bungaze bufumaneke phi ubulumko? Khona lona ulwazi lungazuzwa phi?