Job 28:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ubulumko, buvela pina? nendawo yengqondo ipina ke?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubulumko buvela phi na ke, Yiyiphi na indawo yengqondo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Buvela phi ubulumko? kwaye kude kangakanani ukuqonda?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke, ngaba uphi owona mthombo wobulumko? Umntu angalufumana phi ulwazi?