Job 28:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bufihlakele nje emehlweni abo bonke abahleliyo, busitele nasezintakeni zezulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bufihlakele emehlweni eento zonke eziphilileyo;Busithakele nasezintakeni zasezulwini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba abubonakali emehlweni abaphilileyo bonke, bube bufihlakele ezintakeni zezulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abubonakali kuzo zonke izinto eziphilileyo, nditsho nakweyona intingayo intaka.