Job 28:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umhlaba, kupuma kuwo isonka, nangapantsi kwawo, kupenulwa okungati ngumlilo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umhlaba-kuphuma ukutya kuwo; Umzantsi wawo ubhukuqwa ngathi ngumlilo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umhlaba wona ubonakala isonka, yaye ngaphantsi kwawo kutsha njengomlilo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Phezulu apha lo mhlaba uvelisa ukudla; kanti ngaphantsi phaya ubhukuqwa ngathi ngumlilo.