Job 29:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bendingamehlo kwimfama, nenyawo kwisiqwala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bendingamehlo kwimfama, Bendiziinyawo kwisiqhwala;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bendingamehlo eemfama, neenyawo zeziqhwala;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndandingamehlo kwiimfama, ndiziinyawo koqhwalelayo.