Job 29:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nxa usomandla abeseko nam, bandingqonga abafana bam;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oko uSomandla ebesenam, Bengeenxa zonke kum abantwana bam;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Engasenam uSomandla, Bendirhawula oonyana bam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USomandla wayengakum ngoko, ndiphahlwe ngabantwana bam.