Job 29:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
amadodana andibona, azimela; namaxego esuka, ema.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Andibona amadodana, azimela, Asuka amaxhego, ema.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bandibona abafana, bazimela, asuka ema amadoda amakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
abafana bathi gu bucala, ke zona iingwevu zime ngeenyawo.