Job 3:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kunganina ukuba andipangela amadolo? kunganina ukuba enje njalo namabele, ukuba ndanye?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kube kungani na ukuba amadolo andihlangabeze? Ibe iyini na ukuba andihlangabeze amabele, ukuze ndiwanye?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bekutheni ukuze amadolo am andibambezele? okanye ndincancisa ntoni?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngani ukuba uma andisingathe emadolweni? Khona, kwakutheni ukuba andincancise ibele?