Job 3:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngoku, ngendiba ndilele pantsi, ndonwaba ke; ngendiba ndilele ubutongo, ndandula ukuba nokupumla;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ngoku ngendiba ndilele, ndazola; Ngendiba ndalala ubuthongo, ndandula ukuphumla
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ngoku ngendiba ndilele, ndilele, ndilele; ukuba bendithe cwaka,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba xa bekungenjalo, ngendalala ndazola; ewe, ngendiphumle kobandayo,