Job 3:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Apo, abakohlakeleyo bayayeka ukuxalisa; nalapo, bayapumla abadiniweyo ngamandla:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba apho, abangendawo bakuyekile ukugungqa; Khona apho bayaphumla abaphelelwe ngamandla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba apho, abangendawo bayekile ukuxhalaba; nalapho abatyhafileyo bayaphumla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku apho nezikhohlakali azikhathazi mntu, nabadiniweyo baxhamla ukuphumla.