Job 3:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kunganina kwindoda endlela ifihliweyo, leyo utixo ayibiyeleyo ngokungqonga?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ukukhanya akunike umfo ondlela isitheleyo, Obiyelweyo nguThixo ngeenxa zonke?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kutheni le nto ukukhanya kunikwa umntu ondlela yakhe ifihliweyo nokhuselweyo nguThixo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngani ukuba balibone ilanga abandlela imfiliba, abo babiyelweyo nguThixo?