Job 3:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, ubusuku obo, mabube budlolo; ilizwi lokuvuya malingezi kubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, obo busuku mabube ludlolo; Makungezi kumemelela kubo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, obo busuku mabube lilolo, kungabikho lizwi lovuyo kubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, akwaba obo busuku babuludlolo; akwaba kwakungavakalanga kumemelela kubo.